Christliche Liederdatenbank    

Nkosi sikelel' iAfrika

Nkosi Sikelel’ iAfrika
Maluphakamis’ uphondo lwayo
Yizwa imithandazo yethu
Nkosi sikelela, thina lusapho lwayo

Nkosi Sikelel’ iAfrika
Maluphakamis’ uphondo lwayo
Yizwa imithandazo yethu
Nkosi sikelela, thina lusapho lwayo

Woza Moya (woza, woza)
Woza Moya (Woza, woza)
Woza Moya, oyingcwele
Nkosi sikelela
Thina lusapho lwayo

Morena boloka Sechaba sa heso
O fedise dintwa le matswenyeho
Morena boloka sechaba sa heso
O fedise dintwa le matswenyeho

O se boloke, o se boloke
O se boloke, o se boloke
Sechaba sa heso, Sechaba sa Afrika
O se boloke Morena, o se boloke
O se boloke Sechaba, o se boloke
Sechaba sa heso, se Sechaba sa Afrika

Ma kube njalo! Ma kube njalo!
Kude kube ngunaphakade
Kude kube ngunaphakade!

Nkosi Sikelel iAfrika (deutsch: Gott, segne Afrika) ist der Titel eines in Südafrika als politische Hymne verbreiteten Liedes, das zum Teil auch Bestandteil der heutigen Nationalhymne Südafrikas ist.
Text: (1897)
Melodie: (1897)
 https://de.wikipedia.org/wiki/Nkosi_Sikelel’_iAfrika

Den Liedtext und Noten findet man in folgenden Liederbüchern:

  Cover Nummer Noten
rise up plus 297  Amazon
Mein Gospel Liederbuch 87  Amazon
Kinder-Kirchen-Hits 61  Amazon
Als Amazon-Partner verdiene ich an qualifizierten Verkäufen.